Mihle Stories

Refine by tag:
mihle
mihle

1 Story

  • Yibamben'i maqabane Yibambeni !! by SanellyMatyana
    SanellyMatyana
    • WpView
      Reads 6
    • WpPart
      Parts 1
    Yibambeni maqabane, yibambeni , Mayihlale phantsi ibambe umthetho, saza safa saphela isizwe sikaPhalo, Aphela amanina elandelelana, Zaphela iintsapho, Khumbulani kaloku , ngomhla we 09 kweyethupha 1956, ngoku amanina ayezizinxada nxada egqushalaza efuna ukungengena kwizakhiwo zomdibaniso, amagqobokazana angalala endleleni kunyembelekile, zintsika zamakhaya ezi , Mzi ontsundu masixabise amanina wethu, masipheke iqhinga phantsi kwenwele , senzele umlisela nomthinjana babenebhongo neLunda ngamanina. Ahh !!igama lamakhosikazi malibongwe !✊✊✊✊✊✊✊✊