APOLOGIES ON NOT PUBLISHING BY TIME
I woke up early today and I woke up feeling good ,I'll check up on Mbali today in the afternoon.So I went to the house and found my aunt arranging the table to be ready for breakfast.
Zingisa:Hayibo mama ,bendicinga ukuba ngumsebenzi kaNonku noPalesa nje lona(Geez mom ,I thought this was Nonku and Palesa's duty)
Nozi:(Laughed)Ingathi uyalibala ukuba ayongabafazi bakho ngoku abo kwaye ke uPalesa uthe akazukwazi ukutya nathi namhlanje uye kowabo kodwa uthe uzobuya emini ,uNonkululeko yena ke ugodukile ,uyophulile intliziyo yakhe nyana(Don't forget that they aren't your wives anymore and besides Palesa told me that she won't be able to join us for breakfast today because she's going to eat it with her family but she'll be back in the afternoon ,Nonkululeko is the gone one ,you really broke her heart)
Zingisa:I know dabs and I feel bad
Nozi:Suziva ngolohlobo nyana ,ezinye izinto kufuneka nje zenzekile ,bowunyanzelekile ukuba uzibeke kuqala kodwa le kaNonku yona ivisa ubuhlungu nyana(Don't feel that way son ,something's are just bound to happen ,you didn't have any choice than putting you and your feelings first but then you really broke Nonku's heart son)
Zingisa:(Sighed)Ndiyazi dabs(I know aunty)
And then the others walked in too and we sat down and started eating our breakfast.
Radebe:Sekehambile uNonkululeko?(Nonkululeko has left?)
Nozi:Injalo Zwilakhe(Precisely Zwilakhe)
Radebe:Sisono ngoMaGcina yazi ,kudala enathi ke lamntwana kaGcina(I feel pity for MaGcina you know ,she has been the part of the family for a long time)
Nozi:Ewe kunjalo kodwa uZingisa bokufuneka emkhululile ,kaloku ebengonwabanga kulomtshato uZingisa(Yes that's correct but Zingisa had to let her go ,he wasn't happy in their marriage)
Radebe:Khona kunjalo Sno(Turned to me )uziva unjani ngoku nyana?(That's true Sno*how are you feeling now son?)
Zingisa:Hayi tata khona ndilusizi kodwa ndiziva ndikhululekile wethu ,akhonto itheni(No dad I do feel pity and down about this but I also feel relieved you know ,nothing much)
Radebe:Kuhle(That's good)
Zimkhitha:Uzombona nini ke umalokazana?(When are you seeing your future wife?)
Zingisa:(Giggled)Namhlanje ,ndifuna ukuyobabona yena nabantwana(Today ,I want to see her and the triplets)
Zimkhitha:Undincamisele bona ke(Kiss them for me then)
Zingisa:Ndizakwenza njalo dade(I'll do so sis')
Radebe:UPalesa yena uphi ke?(Where's Palesa?)
Zingisa:Uhambile naye kodwa yena uyabuya(She left too but she'll be back)
Radebe:Hayike kuhle kaloku xa injalo naye usizalele inkosazana apha ,eyona nkosazana yokuqala ke(Okay that's good then because she also gave us a princess here ,our first grandchild princess)
Zingisa:Ewe tata(Yes dad)
So we continued eating our breakfast laughing and just catching up ,I really missed this.After doing so I took a bath and just went to Dumile ,besides it was heading to the afternoon so it won't be a problem.So when I got there I found Thantaswa feeding the chickens there ,she's so pretty people and love changed her ,her tone changed ,Dumile is one lucky man alive I tell you.
Zingisa:Thantaswa?
Thanti:(Gave me a puzzled face)Zingisa ,ndingakunceda ngantoni?(Zingisa ,how can I help you?)
Zingisa:Ukhona uDumile?(Is Dumile around?)
Thanti:Hayi akekho kodwa ungamlinda inoba sekezobuya(No he's not around but you can wait for him till he comes back plus I bet he's on his way home)
Zingisa:Uyephi?(Where is he by the way?)
Thanti:Ukhaphele iibhokhwe zakhe Zingisa(He was herding his goats Zingisa)
Zingisa:Ndizamlinda(I'll wait for him then)
Thanti:Kulungile masingene endlini(Okay let's get inside the house then)
We went inside the hut and took sits ,I don't even know what to say to her ,she's even glowing ,no Dumile is doing a great job by taking good care of her ,I love this for the both of them after Dumile went through a difficult time when her ex Sindiswa left him with Ayabonga who happens to be Sibusiso now ,(Laughs)*
Zingisa:Uphilile kodwa?(Are you okay though?)
Thanti:Ewe Zingisa ,xa ungenanto yokuthetha kungcono uthule soze ufe(Yes Zingisa ,if you don't have anything to say then just keep quiet you wont die)
Ouch*
Zingisa:Uxolo(I'm sorry)
Thanti:Andiyithethi ngendlela embi ke kodwa(I'm not saying that in a mean way though)
Zingisa:Ndiyakholwa(I bet)
Thanti:Khawutsho ke Zingisa ,kunjani ukuba yinkosi?kaloku kudala ulingxamele elithuba(Tell me this Zingisa ,how does it feel to be the king?I mean you've waited your whole life for this opportunity)
Zingisa:Akhonto ingako ndiyenzayo mna kodwa kumnandi kuba iingxaki ezibakho zibuzwa mna ukuba zisonjululwe njani(I don't do much but it feels great because everything is directed to me and people take me as a wise person)
Thanti:Kuhle xa kunjalo(That's good then)
Zingisa:UAyabonga uphi?(Where's Ayabonga by the way?)
Thanti:(Gave me a puzzled face)Hayibo uzamthini uBonga?(What do you want from Bonga?)
Zingisa:Khonto ingako ,ndiyabuza nje(Nothing much ,I'm just asking that's all)
Thanti:Uye emaThafeni ,kaloku uAya ngoku yinkosana kwaye ke unabahlobo le ,uchitha nje ixesha elininzi kwaZulu(He went to emaThafeni kingdom ,he's a prince now and he has friends there ,he spends most of his time there)
Zingisa:Ndiyabona(I see)
Thanti:Ndiyeva kuthiwa uhlukene noPalesa noNonku(I hear that you divorced Palesa and Nonku)
Zingisa:(Coughed)Uyivephi wena lo nto msinyani kangaka?(Where did you get the from so fast?)
Thanti:Kuyathethwa apha phandle kaloku Zingisa ,ungalibali kaloku ukuba uyinkosi ngoku kengoko ke asoze abantu bangathethi(People spread rumours out there Zingisa ,and don't forget that you're a king now so people will definitely talk about you)
Zingisa:Kanene ,kodwa ke ndimangele Thanti khonto ingako(Right ,but then I am shocked Thanti nothing much)
Thanti:Njengoba wohlukene naye uPalesa ,uRele uzamthini?(Since you broke up with Palesa ,what's going to happen about Rele?)
Zingisa:Uthetha ukuthini xa usitsho njalo?(What do you mean?)
Thanti:Awoyiki ukuba ngeke usambona okanye uPalesa nje angafuni uze uzombona?(Aren't you afraid that you'll never see her again or Palesa will ban you from seeing her?)
Zingisa:Hayi akangeke ayenze lo nto ,uPalesa ubeka uAsive kuqala ebomini bakhe ,andali ndimophule intliziyo kodwa angeke ayenze lo nto ,noTau ngeke nje avume(No she won't do something like that ,Palesa puts Asive first in her life ,I know that I broke her heart but she won't do that ,even Tau wouldn't agree to that)
Thanti:Phofu..(Well.....)
When she was about to continue talking ,Dumile walked in and greeted me
Dumile:Uzobekwa yintoni apha?(What brings you here?)
Zingisa:Ndizokubona mfondini(I'm here to see you dawg)
Dumile:(Sat down)Ndiyakholwa zindaba ezimnandi ondiphathele zona(I hope you brought me wonderful news then)
Zingisa:(Smiled)Uyazi(You know it)
Thanti:(Stood up)Khathi ndinishiye(Let me leave you two)
She then left.
Dumile:Ungakuba utshera umfazi wam Zingisa(I hope you didn't hit on my wife Zingisa)
Zingisa:(Laughed)Hayi andisoze ndiyenze lo nto mfondini kuwe ,kwaye ke andisoze ndimoshe into yam noMbali isaqala(No I would never do something like that go you dawg ,and besides I wouldn't mess up my relationship with Mbali)
Dumile:Hebantu!nibuyelene?(What the?!you guys got back together?)
Zingisa:Ewe kwaye unabantwana(Yes and she has kids)
Dumile:Ndiyayazi leyo yabantwana ,ngamawele?(I know the babies thing ,they are twins right?)
Zingisa:Kanene ,hayi ayongamawele nje ,mathathu mfondini(Right ,no they aren't twins ,they are triplets dawg)
Dumile:Yhoo yhoo yhoo(Laughs)abantwana abangaka ,ngahle uRadebe sekefuna ukubabona(Yhoo yhoo yhoo*so many babies ,surely Radebe wants to see them)
Zingisa:Usapho lonke ke kulonto mfondini(The whole family wants to dawg)
Dumile:Ndiyakuvuyela mfo wakuthi(I'm so happy for you dawg)
Zingisa:Ndifuna ukuyobabona ke yazi(I want to see them you know)
Dumile:Ngoku?(Now?)
Zingisa:Ewe ngoku mfo kaBala(Yes now Bala)
Dumile:Awoyiki ukuba uzakumfumana nomyeni wakhe okanye nosapho lwakhe?(Aren't you scared that you'll find her with her husband or with the whole family?)
Zingisa:Hayi umyeni wakhe akekho(No her husband is not around)
Dumile:Ohhh ,kaloku akakayenzi le nto oyenzile wena(Ohhh ,remember she hasn't done what you did)
Zingisa:(Brushed my head)Eish ewe mfondini kodwa ndiyamthemba uMbali mna(Eish yeah dawg but I trust Mbali)
Dumile:Mthembe mfondini ,ngowakho kaloku ,xa engeke athenjwe nguwe uzakuthenjwa ngubani?(Trust her then dawg ,she's yours ,if you don't trust her who will?)
Zingisa:Unyanisile(You're right)
Dumile:Kwaye ke inoba uzobe ekhona nabantwana bakhe kwaNdlovu(And I think she'll be there at the Ndlovu's with her babies)
Zingisa:(Gave him a puzzled face)Uyazelaphi lo nto wena?(And how do you know that?)
Dumile:Simenyiwe mna noThantaswa ukuba siyotya nabo namhlanje(We are invited to eat dinner with them today ,me and Thantaswa)
Zingisa:Niphila kamnandi ke(You're living the life man)
Dumile:(Laughs)Uyazi(You know it)
Zingisa:Kodwa iyaphi yonke le nto?(But where is this going?)
Dumile:Yhoo umuncu kanene wena ,xa ezile kaloku ndizakuthetha naye ,uhlale ethetha nam efuna iingcebiso(Yhoo I tend to forget that you're sometimes a fool ,if she does come then I'll talk to her ,she always opens up to me needing advices)
Zingisa:Kodwa wandifihlela mfondini(But you kept that away from me dawg)
Dumile:Andisoze ndiphinde ngoku hebantu(I won't do that again now geez)
Zingisa:Hayi suka!(Get out of here!)
He then laughed
Zingisa:Kengoku niya nini?(So when are you leaving?)
Dumile:Sizoya ngoku emini(In the afternoon)
Zingisa:Kulungile ke(Okay then)
Dumile:Heee Zingisa ,usamfuna nyani uAmahle?(Heee Zingisa ,you really want Amahle back?)
Zingisa:(Gave him a puzzled face)Kutheni ubuza?uyandothusa mna ngoku(Why are you asking?you're freaking me out now)
Dumile:Emva kokuba ephantse ekubulala(After she tried to kill you)
Zingisa:Kodwa azange ade andibulale Du(But she didn't kill me Du)
Dumile:Kodwa phantse ekubulala(But she almost did kill you)
Zingisa:Ndimthandela kanye lento yokuba ebefuna ukundibulala(I love her because she wanted to kill me)
Dumile:(Laughed)Yhoo uzakubhadla kudala wena ndikuxelele(Yhoo you'll always be an idiot I see)
I then laughed too.
Zingisa:Khathi ndihambe ke(Let me leave then)
Dumile:Sowuya kuye?(You're already going to her?)
Zingisa:Ewe(Yes)
Dumile:Izakubonana ke mfo wakuthi ,khathi ndikukhuphe(I'll see you when you see me then dawg ,let me walk you out)
Zingisa:Masambe ke(Okay lets go)
He then accompanied me to the gate and I went to the Zulu Kingdom by myself and asked some boy to call Mbali.
YOU ARE READING
Uthando olungavumelekanga: Forbidden love
RomanceMy name is Esona Ngogodo ,this is just a love story between people who are from different tribes .She has always been a violent yet strong woman ,a woman who fell in love at a very young age with her enemy ,an enemy to her kingdom .She always been a...